Molweni nonke basasazi, abahlali base Mfuleni naba phulaphuli ngokubanzi. Wow kumnandi intle into eyenzeka apha.
I love Mfuleni radio
Sylvia
Ndiyabulisa Kwi Mfuleni Radio ndimamele ngo monde umculo o mnandi , ngenene Le mpi engaka ayiyo yethu ngenene Mam Kenya
Woow uTixo mhle uTixo Le platform izatshitsha izinto ππΎππ½π₯Ήππ 2003
Group Phakama Nkosi kutshintshe izinto kuba wena uyinqaba unamandla ngenene π₯Ήπ₯Ήππ½
Anetta Makoba
Hello, Mfuleni Radio Station
Thank you so much for finally granting us the people of Mfuleni this opportunity and most importantly us the youth of Mfuleni. We are thrilled to have this platform. At most I would like to know if there are any available vaccines.
E.v.Dumalisile
Ndinovuyo ngelembono yokuba kekubekho iradio station yase mfuleni ndithi huntshu kubahlali base mfuleni mabayithathe hiyole yenzelwebona
Ntsikelelo
Ndizakuhlala nomfula busuku bonke
Ntsikelelo
Ndinikiwe mandla siyabonga nkosi
Ntsikelelo
Nomelele asilali mfula ndinimamele klifontein road
Ndisembhashe street
Mluleki Ntsini
Simamele ngomonde msasazi
Sikelelwa
Wow Tulisa am out of words ndtanda ngocacisela abantwana betu ngento ezikwi demand for uqhubeka pambili ngemfundo yabo
Bulelwa Sonxi